@g.a.c.z: Khanimnqande 😅😅😅#zion #christianity #apostolic #gacz

Genesis Apostolic Church 💙🤍
Genesis Apostolic Church 💙🤍
Open In TikTok:
Region: ZA
Wednesday 19 November 2025 13:55:37 GMT
77211
4271
128
85

Music

Download

Comments

luu7279
Luu :
Uyabonakala umntu osevunyiwe😂😂😂
2025-11-20 07:51:53
43
siziwegwe85
Qhweshakazi :
Ingaba utshatile lobhuti ka reverse (ndibuzela umeza)
2025-11-20 10:25:54
6
vuyani.qwazi
Vuyani Qwazi :
hamba Bhuti we polo 🤣🤣
2025-12-06 09:11:03
0
nmtshkwym7h
user :
😂😂😂😂 lomfo uyabonakala uba unaso isigezo😂
2025-11-21 22:43:28
6
vuyisani235
Happiness :
😂😂😂😂 uyabonakala uMzalwane ozethenjisiwe ukuba uyileCaweni ndokuvuma
2025-11-20 22:27:46
3
tata.ka.soso1
Tata ka Soso :
Yonakala I Zion, kusakhula mna wawungekhe ujikeleze wenze lamatshamba worse unganxibanga zambatho!
2025-11-22 18:15:23
4
kiddogang7
cosmo :
Utywala kodwa, ndiyabuqalekisa uzibona ungene kwezinyindawu
2025-11-19 18:52:24
10
tshawes_10
TSHAWES_10 :
kusasa uzokhuza into engapheliyo xa ebaliselwa into ebeyenza ke 😭🤣🤣🤣🤣
2025-12-06 14:42:06
0
ndani466
Ndani :
Lonto uyayiva lento ayenzayo unoncumo❤️❤️
2025-11-19 19:22:46
5
steve_ixesibe
Steve :
Ndiyazithanda ezi icawa zivumela umntu wonke ajikeleze not only abanezambatho🔥😂
2025-11-19 22:23:24
0
omhle472
Omhle♥️ :
iwayintoni ngoku ey 😂😂izintozase Genesisi bethuna 😂😂😂ingathikuse ACZ😂😂😂
2025-11-19 17:37:55
22
morians.apostlic
MORIANS APOSTLIC AFRICAN CHURC :
Nimxelele into kbana siya lande💙💙😂🔥akekho yedwa uMr Vee
2025-12-07 14:26:26
0
asie_kom
Asavela :
Ninomnika allergex xa eya mlalisweni🤣
2025-11-23 10:27:28
0
kingvie3
King Veegh🤟🏻☕ :
nize nenye straight gku🤣🤣🤣🤣zange ndahleka kanje😂😂
2025-11-19 19:53:21
2
apiwemjobi1
silosikamjobi❤️❤️ :
awudingi kuva ngamntu,uyazibonela ibivutha le inkonzo derm💫👌
2025-11-20 15:03:36
3
mazizi504
Jamakazi (Skholise) :
ayingo Vinqishe lomzalwan
2025-11-22 13:54:58
1
hazardndevu686
Hazard Ndevu686 :
Zivule dilesi yazo ezanto zidinwe kuyiqonda
2025-11-19 21:56:17
1
abu_waleed_ik
ابو وليد :
Ngoku kwakumane kusiya thina eZion babemmonela ngesiyezi umntu ongenasambatho bengafuni ajikeleze.
2025-11-20 20:15:02
2
user9487616853072
Nosangewamampinga❤️💍❤️🥰 :
hayi amen mandoyiswe
2025-11-22 10:52:43
0
follow.back5813
2woshort a re byao😌 :
😭😭nithe futhu kamnandi
2025-11-19 19:25:31
4
andoneleadoematsh
andoe💓 :
haysuka ndiyani follow mna 🤣🤣
2025-11-21 22:50:00
1
mkutswanaboly
Boly🥰 :
😂😂Lomfo ubetha ngo reverse
2025-11-19 20:47:24
5
nocie694
694nocpho :
🤣🤣🤣🤣 hay hayiiiini ninanje nise niscuhule ekuseni
2025-11-21 07:37:59
2
ozalisayoyo
Oza ( mamabo) :
Ndaqala uthanda u Reverse kanje😂😂
2025-11-26 21:32:29
1
user6913395016007
user6913395016007 :
khasakhontyi uTata uZenani😂😂
2025-11-22 06:17:19
0
To see more videos from user @g.a.c.z, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About