@lilitha_ntsundwani: Replying to @Winnie …Kwanamhlanje ibe kwaleli lizwi ebelitsholoza kwisifihlo ebesikuTsolo. Sapho lakwa-Songca, ndibamba ngazo zozibini ngokuba nindithembe.🤍 #LilithaNtsundwani #Eulogist
Lilitha Ntsundwani
Region: ZA
Saturday 02 March 2024 17:16:24 GMT
Music
Download
Comments
Bucy1520 :
May God protect you Lilitha uyi ntsika kumzi ka Xhosa🙏🙏 isandla sika Yehova sihlale siphezu kwakho
2024-03-02 18:17:56
4
Thandiswa Poyiyana :
Yhoo Lilitha umntanam bebuza ihome work yakhe yobhalo lwe orbituary ndakhangela wena 🥰🥰🥰
2024-03-02 17:55:33
6
Rubymantshi :
kodwa Lilitha uzoya ekhaya noba uye ngam akunamsebenzi 😭
2024-03-29 17:07:07
1
OnaLelo :
Wamzoba Lilitha utat'uSongca. Hay ugood Mchenge
2024-03-03 11:03:15
1
Beauty31 :
Siyabulela bhuti, ubumhle msebenzi wakho ekhaya ndiqinisekile uyavuya notata apho akhoyo❤❤❤❤🙏🙏🙏🙏.
2024-03-03 17:59:37
2
NolubabaloSengceMasumpa :
my you rest in peace Lilitha👏
2024-05-13 10:15:13
1
Thando💗💕 Madikane 💗💕 :
ei uphathisiwe mntansbantu🙏🙏💗
2024-03-03 20:28:24
1
yamkela mshweshwe :
Lilithe cela fundisi ukubonga
2024-03-02 20:08:27
1
user1104169466289 :
2k elivuthiweyo nyani hay Lilitha uyinikwe zizihlwele intalente
2024-03-06 11:02:48
1
Ntesh :
Twecu z very proud of u ntwana yaz
2024-03-08 14:57:30
1
Mamgqawe❤️ :
❤️❤️❤️❤️U thixo Akubusise❤️
2024-03-03 05:08:47
1
Gevaarlik :
yini umamam adlule kweli ungekagqami lilitha....😢
2024-03-03 13:15:00
1
Kwanele Ntabankulu :
Oh Hay mfan'akuthu uyandondla ngolwimi lwakuthu🤲🤲
2024-03-28 09:18:18
1
babalwa :
woooow uphiwe bhut uthixo aqhubeke akubabale akufihle phantsi kwesandla sakhe esinamandla
2024-03-02 21:37:43
1
MESULI :
Itheth'ukuthin lento ithi uli 2k elibhadlileyo? Khawundityebisele uhlabele kude mgama uyibeke icace gca kuhle okwekati emhlophe ehlungwini
2024-03-02 22:41:17
2
MR Caks93 :
2k elibhadlileyo👌
2024-03-02 18:07:53
2
user7079419537396 :
Aww madoda 🙏
2024-03-03 06:12:31
1
Zeka :
such a rare gift❤️❤️❤️
2024-03-03 20:20:33
2
🐅#MshanakaNtshaliza-Dube🦓 :
🙏🙏🙏🙏God bless you bhuti.
2024-03-02 18:12:27
1
Debumzow :
isxuthel'uxolo ubhadle nyani
2024-03-10 11:53:54
1
Baphiwe Lina Madolo :
yhooo haa.aa bhuti khowenzele mnaa ngoku saphileyo xa ndizofa zocela nadikhalisele ngomngcwabo wam😭😭😭🤣uyayenza into yakhoo bhut☺️❤❤
2024-03-02 22:11:30
1
Terra :
Simnamdi isixhosa kwaye sitybile siyabulela ngelihlumelo
2024-03-09 01:37:51
1
mawawa :
wow nice voice
2024-03-05 06:48:20
1
pearlkhanya :
Oh utsho kuvokotheke nkosi ungase uzibone ukhala uphathisiwe uThixo akwandisele❤️
2024-03-04 09:48:26
1
fefekamagoba :
Ngaske ndiyibhale ngoku eyam uyenze ndiyimamele ske sifakele landawo yokuqgibela mhla ndafa ke ❤️😂
2024-03-02 19:06:09
1
To see more videos from user @lilitha_ntsundwani, please go to the Tikwm
homepage.