@iindabazethu: Kuphinde kwakho esinye isiganeko sokudutyulwa kwabantu eMpuma Koloni, nalapho kudutyulwe kwabulawa amalungu osapho amahlanu kuquka abantwana abathathu eBityi, eMthatha phezolo. #iindabazethu | #newsonwethu | #mzansiwethu

iindabazethu
iindabazethu
Open In TikTok:
Region: ZA
Saturday 19 October 2024 15:50:41 GMT
741607
27355
1374
945

Music

Download

Comments

vuyijika
VuyiJika :
Growth requires strength, imagine speaking with this strength about your brother's cruel death 💔😭🥺
2024-10-19 21:24:49
461
vuyondisane985
Vuyo985 :
inoba umgwebo ufikele thina apha E Eastern Cape 😭😭
2024-10-19 16:47:02
283
user9861979061653
Tabile :
Lord Have mercy upon this family. Give them strength this is so sad. Our country needs prayers💔💔
2025-01-16 15:49:08
0
user2876171216006
pablo :
Soldier deployment is necessary but our premier won’t take this serious
2024-10-19 17:53:22
122
saqhwithi6
Dlangamandla :
Yeer kanti kwenzekani na ephondweni
2024-10-19 16:01:59
158
mageuschannel3
mageuschannel :
Amapolisa bamvumela njani umntu elingqina le state anikezele i information engaka kusaphandwa cz ngk ootsotsi bayayazi ukuba zikhona ii loose ends
2024-10-19 18:34:04
117
makanzo2
MakaNzo :
Ibithini Yona Le phn oyifumeneyo madala ?
2024-10-19 20:38:23
5
gophesiphe
De Essay 🇿🇦 :
Funeral policies is the cause 😭
2024-10-19 16:40:11
69
mntakatata0
Mxhosa Mntwana Mntanomhle :
YANGA UTHIXO WAMANYANGE AMANYANGE UTHIXO WAMATHONGO ITHONG UBUHLWLE IZIHLWELE INGWEVU INGWEVUKAZI ANGANGENELELA UTHIXO OONOTHETHA OONOTHETHA ITHONGO ETHONGWENI MAKANGENELEL UQAMATA NEZITHUNYWA ZOMTHON
2024-10-19 19:37:30
1
songezomlwandle
songezomlwandle :
Elam othathe ubomi makuthathwe obakhe ubomi. We can't feed umbulali with our tex money.
2024-10-20 04:44:40
233
user1831173979669
mhlekazi :
ei ngoba amampondo jesu
2024-10-21 07:50:59
0
user3999861833088
Mr xolani :
lisehlule Eli lizwe malibuyele emabhulwini 😭😭😭😭
2024-10-19 19:24:34
28
asekhomatheku
Asekho. :
Can’t this year end already? Hayi siyaphela😭😭😭
2024-10-19 16:20:52
90
bjbongz
user3344412359499 :
one word to describe abahlali balendawo "yiminqundu"
2024-10-20 02:22:56
32
lungicdyizm
Lungi :
Hayi votelani oo Mabuyane and his gang asinamona. Votani
2024-10-20 03:18:24
4
sabelo..innocent151
Innocent..Phakathwayo. :
Nenzani kahle kahle laphoke emaxhoseni.. Niyaqedana nganodwa. But masenibulala umndeni wonke seku wrong
2024-10-20 13:28:32
0
raf_siv
Mr Fear_Fokol :
The president must declare a state of emergency. Crime is a pandemic in this country
2024-10-20 02:57:44
24
rhadebe06
BHUNGANE :
Abobantwana maba khuselwe ngoba kungabuywa ngabo imbi lento yase EC yenzekayo inene
2024-10-19 17:44:26
51
nandipha.rorwana
Nandipha Rorwana :
Eastern cape kwenzeke ntoni
2024-10-19 16:05:00
56
pearls324
Mafakupearl324 :
Ingathi andisabuyeli kwasekhaya eNgcobo mna asikho safe tuu pheshaya kwala Nciba yhiin Bawo😭😭😭
2024-10-19 16:05:39
15
zolamkiva
Zola (Mamiya) :
Mabuyane uthini ngalento? okanye kufuneka kude kuthethe ikumnkani? bese ezozenza ngathi he's been handling it
2024-10-19 18:02:09
34
uraaputin
Ura! Putin :
Mabuyanye said Eastern Cape is gold. bayekeleni badle igolide labo
2024-10-20 15:43:40
1
mini_masoka
RiRi Masoka :
Yhoo andisacacelanga ne gathering ezondenza ndilale kwi family or besendaweni enye ne family yey
2024-10-19 16:14:43
60
loza6913
loza :
Komnye umzi 2 months back, allegetley kuthwa kwa Kukho umntu o fumana RAF then Makhi wayesenza Renovations nguye waviza onqevu, badubule family yapha😳😳😳
2024-10-19 16:10:50
11
xesibe42
Xesibe :
it's family wars I'm telling you. I suspect it's someone who wants to claim from the policy, that must be investigated ngeke, a police was arrested for killing family members kanti yipolicy
2024-10-19 20:15:53
8
To see more videos from user @iindabazethu, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About