@zolanidotwana: Replying to @noxiewag.yemyem Umlinga niswa uBantu Zathu wazifumana esemlonyeni wengcwaba emva kokubhudlwa ngobubende inyama engayidlanga. Liyamambatha ityala emva kokutyholwa ngokubulala ngokumasikizi umfazi wakhe uBandlakazi. Isihlotyana sakhe uNoziqhamo siso esithi ngamacebo alusizi sibonise ukuba umthetho obekelwe ukulungisa imiceli mngeni eloluhlobo. uNoziqhamo wenze konke okusemandleni akhe ukuze ancede abonise i-alibi, ukuba uBantu Zathu wayeye kumdlalo weqakamba ngexesha ulwaphulo-mthetho lwenziwayo. She really came through for him kungenjalo ngewaye bhantintile #unyanawomntu #xhosa #novel #tvseries #ncedilesaule

Zolani
Zolani "ZD" Dotwana
Open In TikTok:
Region: ZA
Wednesday 25 December 2024 08:42:53 GMT
20422
1488
33
22

Music

Download

Comments

vuvumqi
VuvuMqi :
Yayimnandi kele movie
2024-12-25 11:22:59
6
hlumelo.macibe
Hlumelo Macibe :
Babefanelene aba❤️❤️
2024-12-25 09:21:49
6
user7655839658104
user7655839658104 :
UBantu wayengowaseGugulethu wasweleka
2024-12-25 18:05:18
3
user9123608526491
user9123608526491 :
Question though where are these characters in real life?
2024-12-25 17:20:16
3
pumlalavisa1
pumlalavisankuku :
Ntombesizwe shlobo sam sakudala sisese New Afrika theater project
2024-12-25 14:59:35
2
pamela.veldtman
Pamela Veldtman :
yhooo my favorite Novel 😢
2024-12-25 19:53:21
1
user9123608526491
user9123608526491 :
The two had such a great chemistry yaaz. i wished for such a romantic relationship in my life yaaz☺️
2024-12-25 17:19:48
1
dumakanozandla002
Dumakanozandla002 :
hooo😳
2024-12-25 10:32:41
1
noxiewag.yemyem
Noxie :
Yhooo saba thandi ❤️❤️
2024-12-25 19:51:11
1
siyanqoba84147
siyanqoba :
sasi mnandi I story 👌👌👌
2024-12-25 17:23:31
1
makalili.com
makaLili.com :
yhoooo uNyana Womntu guys, yayimnandi ke loncwadi🥰🥰💃
2024-12-25 19:19:24
1
thandi9053
Thandi :
Yhoo Thami Ngxongwa💖🥰💖🥰
2024-12-25 11:52:39
1
taka.vuyo
TAKA VUYO ♥️ :
nadiythanda ke le film ♥️❤️♥️into awayemhle yona uniqhamo🤌🏾 babefanelana shame ne grootman 🤞🏾♥️♥️
2024-12-25 18:34:47
1
mila_mimi19
𝕄𝕀𝕃𝔸❤️✝️🇿🇦 :
I'm related to him but he passed away before I got to meet him
2024-12-31 11:59:49
1
mila_mimi19
𝕄𝕀𝕃𝔸❤️✝️🇿🇦 :
that's my aunt's dad, Terrence Ngxogwa
2024-12-31 11:59:09
1
yaris9762
yaris :
❤️❤️🔥👌Basekhona na ooNoziqhamo kule mihla, imigudu ayenzileyo Nozi esiwa evuka no Bantu
2024-12-26 06:02:21
0
user7655839658104
user7655839658104 :
Sira uTerrence Ngxogwa wasweleka nge 13 May 2010 wahlaselwa sistroke
2025-02-22 06:28:34
0
ngcobzini
Nosihle Ngcobo :
🥰
2024-12-25 15:34:02
1
abosh0321
Abongile :
💯💯💯
2024-12-26 02:44:22
0
soyisilem98
Soyisile :
🥺🥺🥺❤️
2024-12-26 04:48:06
0
svidge587
Svidge :
2024-12-25 22:14:31
0
abosh0321
Abongile :
😂😂😂
2024-12-26 01:15:27
0
abosh0321
Abongile :
💪💪💪
2024-12-26 01:52:27
0
abosh0321
Abongile :
😂😂😂
2024-12-26 01:52:37
0
oyamangomana
oyamangomana :
😂
2025-03-28 18:25:49
0
To see more videos from user @zolanidotwana, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About