@tabitabusani: #tiktoklive #livehighlights KUMAHEBHERE 12:14 Phuthumani uxolo nabo bonke, nobungcwele, ekungekho namnye uya kuyibona iNkosi, engenabo♥️🙏 #je #fyp

Tabita Busani
Tabita Busani
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 20 May 2025 22:34:21 GMT
200231
19494
508
1990

Music

Download

Comments

tabitabusani
Tabita Busani :
KUMAHEBHERE 12:14 Phuthumani uxolo nabo bonke, nobungcwele, ekungekho namnye uya kuyibona iNkosi, engenabo♥️🙏
2025-05-20 22:35:45
208
zikhonabanjwa
zikhona banjwa :
I want to forgive my mother so much kodwa ntliziyo ayivumi ndamcela Thixo😭😭😭😭😭its no easy am hurting every day
2025-05-21 08:40:45
60
mavuy_2017
Pretty girl :
Mna I want to forgive my in-laws 😭
2025-07-23 19:10:29
1
livelulonke2
❤Athadwa❤Live❤Lulo❤ :
For mna ndixolele uMazala wam😭😭😭Ooh Mama akazange wandithanda yhoo😭😭wade wathi sokohlukana noMnyeni wam😭😭
2025-05-21 03:07:46
20
thandie5407
thandie :
mna andikwaz uxolo bcs andinamntana 😭
2025-07-18 20:14:54
1
andisiwesiwundla
Andisiwe siwundla :
udlala qho kuzibonele FM? what time sisi
2025-05-24 16:32:26
0
zodidimabandla
Zodidi Mabandla :
ohh ewe sisi tabita uxolo yinto yokuqala ibakulekile ithi ngcwadi yebhayibhile xa ungenalo uxolo nothando ufana nencence ekhencedazo
2025-06-03 10:57:48
2
khaya.labase
Khaya Labase :
Nkosi yam.ndim ngongciphu dec 20203/30th walidiliza ngenxa zonke ithemba lam singena ku2021 we immunisation yecovid ndathi unjani UThixo yaworse 15mn thetha naye ngeVN kuzokufika iphone ngomfazi exelumphanga ngo12am.njani zange aphinde athi speak nam ayingo plus plus lowo emva koko lost all His cattle &goat they took them Zthere followed depresdion but God took.Me back.in His hands ndithe chu ethandweni luka Thixo🙏🙏
2025-05-21 07:18:31
4
onako_13
Onako🥹💕 :
" forgiving doesn't mean ulibe "🥺🙏🏾💔
2025-05-21 00:28:56
20
cpokie190
Cpokie :
Ndibaxolele bonke TBT nd ndimthembile tixo uyapila nd ukhona ...I forgive them 😭
2025-06-21 04:34:12
2
thelelamtwebana90
thelelamtwebana90 :
Yho Tabitha uyasisikelela cc Thixo aqhubekeka akunceda 🙌🙌
2025-05-25 05:46:16
4
hlumela40
hlumela❤️maka nela nokubo♥️♥️ :
😭😭😭💔💔💔 andqondi ndyoze ndkwaz mna tana uthixo makandi xolele😭😭😭🥹🥹🥹💔💔💔💔💔ndsava kabuhlungu nangk..ndmzonda noba angafa asozeeeee ndye nasesi ngcwaben sakhe nomtanam 😭😭😭😭😭
2025-05-21 18:11:44
5
swazz216
swazz :
Thixo ndicela undiphe uxolo ......kudala ndithandaza kodwa kubuhlungu ukubaxolela abandivasa kabuhlungu me and my family
2025-06-26 17:04:22
2
masi5441
masi :
Ey kunzima kodwa ngenxa yokholo kuye kube lula cc🙏
2025-05-22 07:40:05
3
lilly_tyityi
Rina Jack :
TBT uthetha nam cc bt nkosi cc ndivile bt akholula intliziyo yam yonakele😭
2025-05-21 04:39:40
2
phelotjie
phelotjie :
xolelo nkosi yam ngoba noyesu bathi bembethelela kodwa wathi baxolele ngoba abayazi abayenzayo nkosi yam phuthumani uxolonabobonke ubungcwele ungazibopheleli tabita nikezelakuye yonki mithwalo yethu masiyiyekele kuye amen ngoba yena uzakusilwela khona umntu wokusilwela ameeeen hey yasvuselela tàbita thixo akwandisele maan yasivuselela🙏🙏
2025-06-29 13:51:30
1
nomzuki2308
Zuzu :
Tabita alunzim uxolo sisis😭😭😭😭😭
2025-05-21 00:07:56
3
onelavumani
onela :
I need to forgive my elder sister kodwa I'm failing whenever her name is mentioned ndiyonakala
2025-06-11 19:44:45
1
bomikazi560
bomikazi :
yoooo Thabita hay undibhaqile namhlnje.kunzima Sisi uxolela 😭ndiyazama but hay akuxoleleki,I'm wounded 😭😭 ndilinyazwa yi family
2025-05-23 09:25:20
3
misomyeko
Miso Myeko :
Owh kodwa TBT😭. That’s all I can say.
2025-05-21 10:24:45
2
iqaba6
Sivuyile Wayi :
Nomdimba🙌
2025-05-21 11:36:54
1
pudish.27
Pudish 27 :
Oh my God, khawungenelele bawo
2025-07-30 06:39:05
0
coceka01
Sisanda :
God plz help me to forgive 🙏 🙏🙏
2025-06-03 21:19:08
2
dwinkie88
user7385099130437 :
Amen ngoba xa umbambile umntu ngentliziyo awutholi konwaba
2025-07-30 17:32:37
0
qocwakazimazikhal
Qocwakazi Mazikhali :
Asilibali silile sagqiba sanqula sazithandazela sanikezela kumnikazi umdali wezinto zonke sivile ngoba asfuni ukuhamba nemfazwe esngazalwanga nazo yini TBT sihlanjiwe ngegazi singoba thina linked kwasheka eMnqamlezweni👏👏❤❤🙏🙏
2025-05-21 03:37:22
3
To see more videos from user @tabitabusani, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About