@user1260368708129:

Unathi
Unathi
Open In TikTok:
Region: ZA
Wednesday 09 July 2025 08:31:39 GMT
251428
6783
400
1631

Music

Download

Comments

justnqaba
JustNqaba :
Kodwa guys sivela kude yhoooo!! U rhide, u ngushe, ubase, upheke wophule, phinduhlambizitya hay rhaaaa 😂😂😂😳
2025-07-11 14:51:41
26
user222171104565270
ntuze mzuzwana :
Ngaske kubuye lomaxesha😂😂😂
2025-07-09 12:09:01
55
ncomeka.diko
Ncikazi :
ukutya. okwakumnandi. ❤
2025-07-29 08:22:34
0
nomaza.nyivana
Nomaza Nyivana :
yho ndisizonda kabi esosi ngqusho ndinesi jungqu somnwe ngenxa yaso😭
2025-07-09 17:01:50
18
lihle.nyoka
Lihle Nyoka :
umngqusho owawumnandi unencasa ngendlela esisimnga hayi lento siyitya ngoku ... ezingasoze zabuna
2025-07-11 11:43:45
5
jongilangamriga
JongiMriga 🏗🧳 :
I was my mum's favorite mna as a result ndiyazi yonke le misebenzi ukungqusha,ukuguba, ukukha imifuno,ukutyabeka, ukusinda, ukurhugula nokutheza ndandiyibopha inyanda ime nkqo. Ndiyindoda apha mna engasokuze ibenengxaki nokuzihlalela emzini wayo mna kuba nezasebuhlanti ndimhle kakhulu kwimisebenzi yakhona
2025-07-13 18:09:54
2
nomfesanebolotini
Wabane :
Lingavuthwa nini ibinza kwezi ngalo zibuhlungu kangaka
2025-07-09 13:59:22
37
stheshie.blom
Stheshie Blom :
yho ubethe 2 phambi kokuba uye esikolweni uzobuya utye wona
2025-07-10 08:23:04
4
user1677281666369
JAZZ LADY ❤️❤️😘🌹🤩🥰👌 :
I love the song iculwa ngubani❤️
2025-07-13 18:34:13
0
sithembiso.klaas
Sithembiso Klaas :
kwayekwa ngk kodwa aba bangoku abantwana abakwazi ugqusha
2025-07-10 23:28:13
1
mabuyi910
mabuyi :
Awumnandi ke lomngqusho ungqushiweyo .
2025-07-11 17:08:38
2
user4763414200707
Royzana :
bdiyakukhumbula ukungqusha qha ndidikwa kukukhetha amadikazi😭
2025-07-10 11:27:44
3
mandaba45
Ntuthu :
Oko ndabethwa yintsimbi yesingqusho entloko sithi sizama ukukhawulezisa nonontyatyambo yhooo
2025-07-10 10:04:28
1
user7199067323615
ntendie :
Yho yho umntu wangqusha xem 🤐
2025-07-12 06:54:01
1
vuyomxol
Vuyo :
Yes
2025-07-12 14:26:36
0
dankiswa3
Dankiswa :
Yhooo, ndangqusha uyeva.
2025-07-13 15:50:44
0
elliot.nongomaza
jali :
😂😂😂😂ndandizenza ngelitye izingqusho ndizithengisa ngoko e Ladyfrere
2025-07-10 14:54:33
1
stevolivo10
Stevolivo10 :
ngqusha nozala♥
2025-07-11 16:20:20
6
nomvuyo214
Nomvuyo :
Ngumbona lo kanye andiboni 🥺🥺😂
2025-07-30 07:15:38
0
andiswankwentsha
andiswa nkwentsha :
ndaphants'uqhawuka umnwe ndifunda ungqusha
2025-07-11 16:31:24
0
user1475515818705
punie :
Ndiyawuthanda umngqusho kodwa ukungqusha hayi angeke ndilunge tuu
2025-07-09 16:53:27
5
mamkwayi38
mangconde :
Andinoba sakwazi ngk ndikhotyozwe kuphangela
2025-07-09 20:07:09
5
nomatamsanqathemb
Thamie :
Kule meko yethu ngàske libuye eloxesha ungqushe usinde uride utyabeke yhoo ngamanzi ubulongwe
2025-07-11 12:16:39
2
ntombizake.gqwaba
Ntombizake Gqwaban :
tsiiii madoda .yatsho kamnand .andambawela lomngqusho unentswane
2025-07-12 18:28:06
2
agent9110024
agent@9110024 :
Arthritis was nowhere to be found in our parents until they come and live in urban areas. Maize, beans, peas, sweet potatoes & potatoes, pumpkins, spring onions were all found in grannies gardens
2025-07-11 12:57:38
5
To see more videos from user @user1260368708129, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About