I don't know what's wrong with me I don't understand Zulu or Xhosa but when it comes to this woman I understand every single words that strange 🤔 😕 I love you sisi ❤️♥️💙 💗 May God protect you and your family IN THE NAME OF JESUS AMEN
mmm😭😭 uthetha nam siyitlekisa elalini ikhaya alakheki sibophekile ezimalini kodwa siyasebenza eyi buyelwa lithemba xausithi mele sindlule ebuhlungwini I pray every day ukuba u Thixo asikhulule
2025-07-23 07:23:15
0
Thotyelwa Tshotyana :
yhoo ndisengxakini ngoku😭😭😭
2025-07-21 21:19:53
1
MphoM :
please make this downloadable Moghel, I love the message 🥺🥺
2025-07-21 21:22:05
29
Gillian Vuyolwethu N :
Just took me back to when I was unemployed after Covid 🙇🏻♀️at some point , I was like kanti “Mna ndikwenzeni Bawo , wahlekisa ngam kangaka” and things changed, I took the lesson & today all I can say is understand why I had to go through that , Came out wiser and Smarter 🙇🏻♀️
2025-07-22 05:52:40
12
Sikelelwa :
Phinda utsho sisKhaya whooo ndiyayazi londlela ndihamba kuyo nge faith and let God athathe indawo kuba ndiyazi kuzogqibela umhlawuleli wam🙏🏼
very true kumele zindlule ezintweni ukuze kubonakale uzuko lwakhe God timing is perfect let's wait upon the lord
2025-07-23 07:07:28
0
Bheki K :
Yhoo kuke kubenzima my sister ndide ndibe nentloni nomakhelwani ,ndithi bazothi jonga uThixo wakhe umlahlile , tnks my sister God bless u🙏
2025-07-22 23:39:34
1
Y. Mazula❤️💯 :
Such a powerful message my sister Ekhaya siyokha indlu imile, usatane usibophe financial, but God show me nhe PHupha uba sizoyigqiba indlu.. Ndavuka ndancuma🙏🤭❤️Thank you for this message because abantu bayathetha ekuhlaleni
2025-07-22 10:21:49
7
Ntombikayise Kayse :
very powerful words cc..yhoo uyijikajike situation uqonde kanti wena thixo uvuma kanjan mani uba umhlaba uhlekise ngam ngoluhlobo 😢
2025-07-22 03:10:01
3
userusermaMbhelr :
Ya mina ngyakuzwa dadewethu
2025-07-23 07:37:25
0
user3506223813097 :
thank you so much what u saying is what I'm going through
2025-07-22 17:47:19
2
🥰🥰All_About_Faith🥰🥰 :
the unemployment part yey!!!!!
2025-07-22 07:48:13
5
Palesa Matsabisa💃💕 :
Kukhona izimo uThixo azi allow(ayo) azinqandwa nayi fasting.Kungenxa yo zuko luka Thixo.Eyyy Khaya enkosi ngeli lizwi👏👏