@mzerowsomdaka: ukhona omvayo ba uzama uthini?🤣🤣🤣😭 #mgushelo

Mzerow Somdaka
Mzerow Somdaka
Open In TikTok:
Region: ZA
Wednesday 23 July 2025 13:02:47 GMT
51790
1929
213
595

Music

Download

Comments

loveymatrose
Lovey Matrose :
Sicela I debate between Mr Mgushelo and Jp Mbhenenge
2025-07-24 13:32:42
6
mzolistomhlaba
Sweet_Wodwa. 🐐 :
Uthi Mgushelo lomjita akazova mali kuye, makayofuna imali kulamntu ebahlamba imoto ngoba yena ubhatele yena
2025-07-23 17:36:13
9
simao876
Simao :
Tell me now what I’m do’s people 😂😂😂
2025-07-25 15:37:28
0
noma.faku
Noma Faku@CPT. DELFT :
😂😂😂😂😂😂😂😂😂Ngabantu bam kodwa nam ndixakiwe kuthwani " ndithe kuwe hlamba imoto yam wena wafuna omnye umntu wena usambhatala ke ngoba benditsho kuwe mna" 😂😂😂😂
2025-07-23 18:25:27
14
melz7993
Melz :
ndingamfumanaphi coz ndifuna azocacisela umlungu wam,kumele ndinyuselwe imali qha isingesi asikho apha kum
2025-07-27 07:57:26
1
our.country7
Refugee USA🇿🇦 :
He is speaking clear English but I hear nothing
2025-07-26 20:50:29
2
anele_j_yayo
Anele Joseph :
kanimcele u Mr Mgushelwa enze umyalezo kwi foreigners zihambe plz😂
2025-07-23 13:37:26
6
sisangamlana
Sisa Ngamlana1984 :
kumnandi apha south Africa
2025-07-23 19:44:55
0
sonwabile.rilitya
Sonwabile Rilityana :
lena Ingrish ifuna uyimamele unxileeee
2025-07-25 11:27:44
0
simmat8
S.Miles Mateis :
Mahle mkhuluwe awafuni gxojwa 😂😂😂😂😂😂😂😂😂
2025-07-23 13:35:38
5
tshegofatso.pfare
Tshegofatso Pfarelo Ayger :
uyakwazi uthetha isixhosa u Mr Mgushelo ?
2025-07-27 19:50:58
0
ndumi_1209
ndumza1209 :
Ingaske azondi kolekela imalam Mr Mgushelo kwelinye i coloured aphe msebenzini😭😭😭😭
2025-07-24 06:28:33
2
snmatsh
Djentho :
yhooo lobuti andinalakhi yakhe xandise Belville😂😂😂😂👌
2025-07-23 16:55:17
2
pro.mtt
MTT EC :
hayo uMgushelo uzazi yedwa ba uthini
2025-07-26 21:48:12
1
marvin.arendse70
Marvin Arendse :
that coloured guy confuse
2025-07-24 11:43:30
2
phindile91_xaki
Phindile91_xaki :
Mr Mgushelo sir🥰😂
2025-07-26 14:06:18
1
zulu1709
zulu :
who was telling about that #that slamba ,,😂😂😂😂 yhoooo buya Nkosi Jesu uxakile u Mr somdaka
2025-07-28 14:19:15
0
user2223413375428
Nkojah Man :
tolikani Madoda not slambha 😂😂😂
2025-07-24 11:26:48
0
user84601872882057
danger :
😂😂🤣🤣English is not our languange 🙏
2025-07-25 17:57:33
0
nozuko_72
Zuko :
ohhh kodwa benza mnandi man erenkini ooMnce noSiphiwo
2025-07-25 11:17:40
0
mzondelelidlumn
Mzondeleli Dlumntu Mageza :
Borekile yilentwana isoloko isithi about that 🙄🙄😏
2025-07-25 00:21:24
0
tshuksroadaccidentcollis
TshuksRoadAccidentcollision :
Kkkkk🤣🤣🤣taxi driver Mr Mgutsheni tell me how did you get your driver's license Sr where's Mkwananzi 😜😜
2025-07-30 19:15:30
0
bhutanavanmaphiko
ZizivanMaphiko :
Ayisiso nesamagqwetha esi isingesi sese Jaji sisulungekile
2025-07-24 16:29:02
1
yho445
makhulu :
I like the fact that his audience understands what he says. They even laugh🤣🤣🤣🤣🤣❤️
2025-07-27 16:33:56
0
user6856610822452
@Lover'sLowKey :
I've never been this confused in my life! proper words but indlela abekwa ngayo hai nothikoloshe angothuka xa esiva le ithethwayo 🤣🤣🤣🤣
2025-07-24 16:45:23
0
To see more videos from user @mzerowsomdaka, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About