@pat07845:

Pat
Pat
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 29 July 2025 06:43:10 GMT
552133
34106
2882
3029

Music

Download

Comments

user4308351406671
user4308351406671 :
Owam wayebuya elila oko athi andisithandi esaskolo nandisa kuso,sangayinaki,one day I was preparing his lunch box for the next morning, I was also packing ekatatakhe ,wathi net athi ngcono ndithathe bag katatam ndiphangele yena utata aye kwesaskolo ndaqonda ingxaki ikhona,I decided ukuthi ndimse eEastern Cape.He hated iCape Town, ended up saying I will visit Cape Town when I pass my grade 12 ndiyindoda kwabanjalo, what I mean is khoyjonge cc lengxaki iye yandithunuka xa ndiybona lento.
2025-07-30 20:53:03
66
nananoxy8
nanae :
to us who watch it more than twice
2025-07-29 20:28:20
234
user9774541059170
Msaivo99 :
Into esingayixabana Nonina for posting my kid ekhala emhlukumeza 😡
2025-08-01 12:40:46
0
talenttshepiso
Talenttshepiso :
This broke my heart mummy tjooo ayi ngeke check with school
2025-08-01 03:21:53
7
mihlejavu
Mihlejavu❤️ :
Abantu abanoo tata aba present sana ❤️❤️❤️
2025-07-29 08:46:57
1347
abongile.mbangula
abongile mbangula :
Please mommy check treatment yase esikolweni. Soze alile kanje kanti kumnandi esikolweni.
2025-07-30 05:26:14
60
taylor93_q2
Taylor :
I love how he trusts his dad. It’s A few that can rely on their daddies
2025-07-29 10:38:38
737
thozama.nake6
Thozama Nake :
hayi fowunela utatakhe angeke uyamhukumeza yhuuuuu hayi
2025-08-01 13:33:38
0
cleobeautybar
Cleo :
Ow marn,wayetheni uTatam ngondihlukumeza🤣🤣🤣
2025-07-29 06:52:05
492
esinako107
esinako107 :
fownela utatam ndihambeeeeeeeee...mfowneleeeeeee🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣yhuuuuu ndingafowna ndibaleka
2025-07-29 08:24:48
498
nosie518
nosisa dywashu simele :
Hayi mani this 💔💔😭mhlambi esikolweni he not happy mamakhe
2025-07-29 12:22:53
5
ntoshjerry
Ntosh jerry Mamdumane :
lol🥰 khawufowne torho ❤️
2025-08-01 11:57:25
0
user9915201975827
Nothando(Sthando) :
Ao shem kanti uyenzani umtwana manje
2025-08-01 07:03:19
1
yonela.xhakana1
Yonela xhakana :
xa ebuya eskolweni ncokola naye umbuze udlala nabani eskolweni, sesiphi isifundo asithandileyo, maybe uzoqhaqheka athethe into angayithandiyo eyenzeka eskolweni. ubuze nobudlelwane between yena ne friends zakhe.
2025-07-29 11:16:28
171
zingybaby1
Zingisa Mnguni :
Lapho uyise akondli😭😭
2025-07-31 18:03:47
2
nomayime.mrwebi
Noma Mrwebi :
Ude athi wayetheni utatam ngondhlukumeza🤣🤣🤣
2025-07-29 13:37:32
41
usersomeleze20122
userSomeleze20122 :
hey mzali zama ujonge treatment yase skolweni plz
2025-07-29 11:33:20
97
zwelakhe2021
user9594009015433 :
Oh that part of utatam wayetheni, that man plays a role🙏🙏
2025-07-31 11:25:11
16
leri1721
masilango :
😂😂😂😂yey fonela tatakhe torho please ahambe idrama elapha😂
2025-07-29 09:39:19
1
mafungwashekatshawe
1stbrnyoTshawe :
yecc umntane brother yam kuthwa ebebanje naye wenza grd R kanti iyakhala impama kamiss kuye
2025-07-30 23:30:04
8
sindiswa.ngcwangu
Cindy :
Haibo mama uyamhlukumeza ngoyena uzosithanda kesana xa emdala brother wam wayenje kodwa ngk
2025-07-29 08:56:45
10
impukani
Cbu Zinuùce :
yiNgqwele leyo sisi uyizisa ngapha ngase Rankin🤣😂🤣
2025-08-01 13:34:28
0
cokint2
Lakhe Mrs N :
😂😂😂😂 Yhuu uphuma into ngomlomo vha Makaye ku tatakhe soze kalok
2025-07-30 09:28:06
14
sosojoe7
sosojoe :
😂😂😂😂😂 sumhlukumeza mamakhe wayetheni utatakhe ngomhlukumeza 😂😂 yhooo hayi zalani andizi
2025-07-31 07:28:07
1
To see more videos from user @pat07845, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About