@sinalotyeni0:

Nichume Nkohla
Nichume Nkohla
Open In TikTok:
Region: ZA
Friday 15 August 2025 18:20:27 GMT
66411
2155
188
248

Music

Download

Comments

mamkoena_1
Esimphiweyo :
😂😂😂 ucawaphi u gogo
2025-08-16 11:39:40
0
kaycee99338
Kaycee :
Iyayitya imali yabo abantu abakhulu zinkulu i.mali ezibizwa kwezicawe uyathengwa uThixo ngk
2025-08-20 04:11:15
0
quintonmdeni
quintonmdeni :
Makeze eZion uGogo asifuni necent uyakhonza qha😂😂🤝💃
2025-08-15 22:53:37
5
niyole_mthuzula
nizole mthuzula🇿🇦 :
Wrong video uhlaza umntu omdala 🙄🙄🙄🙄uyahleka
2025-08-18 13:34:46
2
namz932
NaMhLa 🌺 :
I'm related to her, sana noba ndandimncinci umgqibela kwam kodwa ndimkhumbula kakuhle❤️
2025-08-16 09:44:25
0
loli_fitmom
Fitmom Mabhukula🇿🇦🇿🇦🇿🇦 :
Cawa ine debit order ngoku? imali iyabakhuba abazali kwezi cawa
2025-08-16 14:43:13
4
kuzokuhle_wendy
kuzokuhle_wendy :
ifumene umamam locawe sana 🤣🤣 ude athi ndiyothini unganxityelwa ngomhla wokugqibela
2025-10-09 11:11:59
0
andiezonyane
Lolo :
Ohhh ndayiyeka kudala mna kukho nalamnikelo unikelwa oko kude kuphume icawe ngapha awunaso nesonka endlini🤣🤣🤣
2025-08-16 06:36:39
9
mayolei2
yolanda :
Ayiphelelanga le video ngeke 🤣🤣🤣❤️
2025-08-15 22:24:47
13
bee5089
bee :
ayifuna ndim gogo , imali bayayibiza straight
2025-08-16 05:01:25
43
goldy9052
Goldy :
Ungayiyeki icawe qha ungajoin zonke ezi zinto ziphaya ecaweni if ingumramente qha soze ukhale ngemali ecaweni ❤️
2025-08-18 09:27:12
2
sphoki493
sphoki :
Nam ndinawe gogo Mali yonke iphelela caweni sathandaza endlini😂😂😂
2025-08-15 19:56:10
18
user4275118754831
Narra ka yaya :
nyanisile gogo iyabizwa Mali pa ndabona kowan umakhulu yhini🤣🤣
2025-08-16 10:35:16
10
vuyom04
VuyoM :
Ndiyavuma umama makayiyeke icawe, ndidikwe tuu nam😂
2025-08-18 12:54:56
0
andympukuluthi
AndyMpukuluthi :
o yhini abantu abadala
2025-09-03 13:18:46
0
flatela7728
Luleka :
yekonto mhakhulu . ungamyeki u Thixo
2025-08-16 13:49:31
0
makailitha
makaILITHA🇿🇦 :
Yeka gogo nam ndayeka ntombo😂😂😂
2025-08-18 18:15:17
0
mtimkuludywili
Ihlubi :
Ungamncami uthixo makhulu sowunyamezele kakhulu
2025-09-14 11:02:41
0
vuvumamtolo2
Vuvu womchenge :
umamam esithi yhuuu uyayibiza la mfundisi imali andisoze ndidikiwe ndawse ndiyeke nalo cawe mna
2025-08-18 07:47:09
1
fanelwa83gmailcom
fanelwa83gmailcom :
andinikeli kwasecaweni Ngcobo ndithengele umntu odingayo ngalomnikelo or ndenze I grocery yosweleyo ngesosishumi qwaba
2025-08-20 08:25:46
0
user23407854273222
Cele-Ndocy :
Guud gogo 🤣🤣🤣😅😅😅ndyaklandela klk siyothandazel izono ze2 ecawen ukba imali ingenaphi haaay lo monthly instalment never
2025-08-15 19:15:03
1
vuyo_1976
nosiewamakwayijar :
ndinawe Mama nam ndisemnyango🥺
2025-08-18 08:51:21
0
stesh0927
TheeTee_Sabs♥️ :
Itsala imali 🫢🫢… yhebethuna iicawe
2025-08-16 14:49:48
0
thandie.thandie.t
Thandie Thandie Thandi :
Yhuu kule age andivumi
2025-08-17 14:04:55
2
abigail22422
Abigail Mamputa :
yiyeke kakhulu nangoku
2025-08-24 20:01:50
0
To see more videos from user @sinalotyeni0, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About