ndeza ndingumntwana ndingazinto 😔this is touching 😢
2025-08-22 20:25:43
94
Vuyani Harry Holland :
What an emotional poem
2025-08-24 14:10:12
40
GODisGreat :
i always maintain, umntana wentombi makaye kulonina,xana unina esenda
2025-08-23 07:14:37
19
aliziwe n :
lo nto ke ukhona othetha ngomgqakhwe kanti ke ukhona umehluko phakathi ko mgqakhwe nesi zananina , isizananina siyazazi ukuba asingomntwana well khaya futhi waziwa ngumntu wonke ukuba ayingowelikhaya akuhliphi nganto ubukho besizananina ingxaki ngumgqakhwe kuba uleqa umkhonto we khaya ecimba ungoweli khaya abe engengowwli khaya kuphela ngunina yedwa omaziyo uyise wakhe kubuhlungu ukuba ngumgqakhwe kuba ufunyenwe ngokukrexeza konina ngumgqakhwe ke lowo.
2025-08-23 05:11:23
14
LICEBO❤️Mrs SIHLOBO❤️❤️ :
Yhuuu ngahle ndiyithumelele u Kadephi Booi le video phaa eMqanduli eMazangweni yhooo wandihlukumeza la Tata kunye nabantwana basekhaya namhla abantwana Baka mama balincamile ikhaya ngoba andazi noba akanobabulala nah ngenxaa bekhuliswa sesisizananina sisdim nah