@lundidyasophi:

Bhejula
Bhejula
Open In TikTok:
Region: ZA
Monday 27 October 2025 10:10:00 GMT
76019
1661
115
480

Music

Download

Comments

ntobsienkwali
MaNkwali :
xa umzi wakho use dolophini uyakwazi ukwenza isazimzi.
2025-11-04 05:51:33
0
mtshanakamntambo
Mtshana ka Mntambho :
Si SisazisiMzi or isazimzi!?
2025-10-28 06:53:23
0
chief79226
Chief@79 :
Iyeza likhandwenini sowusiya ebhkhweni umrhawulane ungekawulungisi
2025-11-06 14:27:28
0
ntombekayanyovuzi
Ntombekaya Nyovu zimba :
Phakulomamam kombatha wonke umntu oyindoda bafazi babhinqile odadobawo or intombi zibhinqile zohluke ngongantwali entloko
2025-10-30 15:07:10
1
wa2six0
Nowheretobefound :
phakuthi kombatha wonke umntu oyindoda
2025-10-27 17:47:48
2
user8390114266284
Mother Spash Ndima :
Enkosi Bawo uBhejula ndiyabulela mna kuba satshintshwa ngoku emzinam ,iba yimini enye kanti ndafika iyi2 days
2025-10-28 04:23:50
4
user2904546093880
thobela23 :
azba awungopha kuthi na ngoba yonke lento uyithethayo inje ngoba uyibeka pha engcobo ke
2025-10-31 00:04:05
0
lazola.tempi
laizo :
Kunyanisiwe ukuba imizi ayifani ifana ngentlanti, isazisi mzi nokuvula umzi zizinto ezahlukeneyo.
2025-10-30 15:57:54
1
nangam.soso
nangam soso :
ngoko lwazi lwakho buti ngobani aba sila lomqhombothi zintombi zekhaya okanye ngabafazi balomzi ndicela ucacise
2025-10-29 09:01:49
0
khirotshotsho
khirotshotsho :
ibhokwe,kunyadzelekile ukuba ibeyikabi ?
2025-10-27 18:05:19
1
ents75
Siya mtya :
Aazimzi.,novula nxowa kungataho uthi yintonye
2025-10-27 18:48:19
0
gobs910
Gobs :
Ah!! Jonh’uMthetho!! Yheeee Mthembu. 1). Imetwa ngantoni ke okanye umyinge ngeeeMbiza zesintu?
2025-10-27 18:07:20
0
masithembelegcora
Masithembele Gcora :
Emva kwesa Zimzi Bhejula uye ubuye wenze omnye umsebenzi okanye uye usile nje into encinci emvakwaso
2025-10-28 11:40:45
0
hagu_kantshopholo
Mzilenyaniso🫡 :
xa uwokhe ngokutsha umzi uphinde usenze isazimzi?
2025-10-31 20:46:36
0
user18444011921027
sizoooo :
ibhekile yengcaza nayo uyithatha koweni njengo mkhonto tata
2025-10-27 20:30:59
1
masixole.dyan
Masixole Dyan :
Diya hai uyihlabe ekhnkosini Mntanakuthi
2025-10-28 16:48:54
1
user93253681619497
simon :
bhejula phakuthi uyindoda phuma endlini yabafana umdala ngokwedini
2025-10-28 15:16:54
1
nwabisile.luhani
whitey :
uyayibeka futhi ngoluhlobo ndiyazingalo
2025-10-27 13:43:34
4
apmzamo
A.P Mzamo :
Ahhh enkoc bhuti bhejula ndithanda indlela oyithethangayo nge sixhosa yey abanye bebezothetha nge sigesi yhuuu abantu bakuthi
2025-11-02 23:41:40
1
skhomotshangisa
Mntu’womlambo👑 :
Siyabulela Diya ngemfundiso yakho🙏🏾
2025-10-29 19:21:43
1
user4256828593711
user4256828593711 :
Bhejula khawundi cacisele ndifuna ukuphekaela abantu abadala. Ndiqala phi ndiphele phi NguNgcwina lo eMthatha 🥰
2025-11-02 07:58:09
0
mavuyi.mxotwa
mavuyi mxotwa :
Wathetha kamnandi bhuti wam❤️❤
2025-10-28 12:55:44
2
ladz1090
Ladz :
enkosi kwakhona ngale information Bhejula, Mthembu ❤✌
2025-11-02 13:17:28
1
ngo4948
Ngo49 :
Ndicela undiphe number yakho bra
2025-10-28 15:39:17
0
sinethembamyeki
Sinethemba Myeki :
camagu bhejula🤝
2025-11-04 07:20:16
0
To see more videos from user @lundidyasophi, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About